Byphelci Abcikhwethci
zoogqirha ukuze igazi lingacholi iintsholongwane. Ukusebenzisa umdlanga omnye kusaluswa ngaphezu kwama-20 amakhwenkwe yinto noko ephakamisa imibuzo ngakumbi xa kuthethwa ngokusulelwa ngentsholongwane yeAIDS.
Kodwa ke ezinye iingcibi azifuni nokuva oku ngokulahla iindlela ezindala rito leyo endibangela ndibe noloyiko lokuba noko kusekho abaninzi abaza kufa. Kodwa noko sokuze ndincame nokuba sekumnyam entla andinakuyekela oonyana bethu baciabuke bengamadoda angelutho ngenxa yooyise. Okona kungcono lnkwenkwe Enye. Umdianga Omnye.
Kona ukwaluka ndikuhloniphile kodwa endingavumelani nako ziindlela ezisetyonziswa ekulimazeni nasekubulaleni oonyana bethu. Abantu kubonakala bengayiqondi indlela ekuDuhlungu ngayo kula makhwenkwe xa kufuneka alahlekelwe bubudoda bawo. Ngequbuliso uya kuthi eselityendyana azibone engaseyondoda ebenqwenela ukuba yiyo -engenguyiyo nkqu nentombi kuba akanalo ilungu lowasetyhini, anako ngumgxunyana nje wokuphuma umchamo.
lnkwenkwe enelungu lobudoda olifutshane okanye elingasebenzi iphila hlobo luni lobomi? Kungcono abafileyo kuba iinttungu ezibonwa ngophilayo abaziva.
UGqr. Chabula uye uthumo lwakhe walungena etshila ngesidanga esitsha ngoOkthoba nyakenye xa walungiselela imbizo ukuze kujongwane neengxaki abagagana nazo abakhwetha esuthwini. Le mbizo igqibe ngokuqhubeka iphanda kusetyenziswa ikomiti ejolise ekuphuculeni nasekulungiseni inkqubo yolwaluko kuloo mmandla.
UGqr Chabula ucebise ngokuba kusetyenziswe iTara Klamp nesetyenziswa kakhulu eMalaysia. Esi sixhobo seplastiki ngokokutsho kwakhe sibangela inkululeko, sikhusela isilonda sinceda ukuze sibe siphilite nje kwiintsuku ezintlanu ukusa kwezintandathu. Uthe sisetyenziswa kanye kwaye sithothisa iingozi zokosutelwa ezibangeta ukufa kwanezifo ezibulalayo njengeAlDs noHepatitis B.
Andithengisi ngeTara Klam kodwa inokusindisa impilo yonyana wakho, ndizimisele ukuba ingene isetyenziswe. Inkoliso yabantu ikulungele ukuphulaphula amacebiso am kodwa abanye abazali, ingakumbi amadoda athande ukukhalazela eli bhinqa Iigxuphuleka ebuhlanti.
Okundikhathazayo ngamadoda ajonga iingcebiso zam ngeliso elibukhali ukanti ikwangawo aza noonyana bawo ebusuku kweli nenekazi ukuze Iincede oonyana bawo -inkolo endinayo kukuthintela kunonyango.1


L
 E nzwakazi imanz andonga nesisoloko siyibona koomabonakude bethu
	Nangona	kuSABC2 sithe masikuphathele
	ubenosuku	yona ncakasane xa siyifumene iqubha
	olunye efikile	kulwandle lwaseThekwini. Ubenxibe
	eThekwini . . .	kakuhle ngeso siqu sakhe sincinano
	uzinikile	yaye utsalwa yindlela abonakala
	lokuhamba	ekrelekrele ngayo.
	ebona iindawo.	 Usuke entlabathini ebaleka waya
		kungena emanzini olwandle ehleka
		nalapho afike watshizwa ngamaza


USeipati Mkivanazi ongumsasazi ochaza iinkqubo eziza kungena kuSABC2 uyinzwakazi enesiqu esihle nesoloko icinga ngoThixo, ukanti kutshanje uchithe imini emnandi elwandle eThekwini apho ebezih!ambulula esayishiyile iGauteng nezayo. Le mini inike uLINDA MANYONI ithuba lokuncokola nale nzwakazi
olwandle. Ndiziva ndingathi ndihlambulukile. Kumnandi gqitha ukuba lapha eThekwini, utshilo enoncumo oluthandekayo.
Ufanele ukonwaba nokubhiyoza kuba uzalisekile umnqweno wakhe wokushicilela icwecwe alicula yedwa. lcwecwe lakhe lokuqala elithi Itokiseng (Hlalani nilungile unethemba lokuba liza kumnceda kwiphulo Iakhe lokuzama ukusindisa abantu. Emva kokucula ixesha elide
kubuyisa ubuntu nolonwabo, kuba zizinto ezo endizibona ziphela kule mihla. Ndibona eli ilixesha lokuba abantu
kufote uSALLY CHANCE, imake-up yenziwe ngusNE GASA

USeipati unawo umfaneleko neiizwi etingamenza aphumetele emculweni.
isuti emnyama ifumaneka kwaEUHOPAAAT BOUTIQUE
kwiHoly Cross Choir kuthabathe ithuba elide ukuba ashicilele icwecwe alicula yedwa yaye ngoku uthi abantu baza kumangaliswa kukuva uhlobo lomculo omtsha. Uthi linomculo wegospile wesintu odityaniswe nentwana yomculo weklasikhi nejazz.
Ndiyathemba icwecwe lam Iiza kuvuselela ukuthanda kwabantu umculo yaye liza
- April 2000 27

LempueI.elweni
USE.IPATI

balindele
uvuko
lukaYesu.
lingoma
ezikweli
cwecwe
ziqinisa
unxulumano
Iwabantu
noThixo.
Kulo
ndisebenzisane neemvumi zejazz ikakhulu ezifana noLouis Mhlanga, uPaul Hanmer noMcCoy Mrubata.
lgalelo labo Iindenze ndakwazi ukubonakalisa
isiphiwo sam ukuze ndikhuphe kanye Ie nto bendiyifuna. Uninzi lweengoma ezikulo zibhalwe ndim ngaphandle kwekaJohn Lennon ethi Let lt Be kunye nethi Uphakeme endiyibhalo noLouis Mhlanga oyiprodyusa yam, utsho uSeipati.
USeipati
kuthethwa ngomculo athanda ukuwuphulaphula. Uthi uthanda ukuphulaphula umculo weemvumi zegospile ezinjengoShirley Ceaser, uAndre Crouche, uReverend Franklin nokaRebecca Malope nezinye iimvumi zaseMzantsi Afrika.
Ndiyacinga ukuba sikwiphulo lokusindisa abantu
njengabashumayeli neemvumi zomculo wegospile. Asinaxesha lokukhuphisana okanye elokumonelana. Ndinqwenela onke amabandla amanyane kuba mnye uThixo esimnqulayo.
Useipati owazalelwa ekroonstad eFreyistata uthetha ngobomi bakhe xa wayeyimvumi yeHoly Cross Choir eyayidumile kwiminyaka yoo-1980. Wathi eseneminyaka eli-4 waba sele eyimvumi ehlabeletayo nenelizwi elimnandi kweli qela. Uthi impumelelo yeli qela yayibangelwa kukuzinikela kwamalurigu alo kuThixo.
Ukusekwa kweHoly Cross Choir kwaba yingcamango yabazali bam. Amalungu yayilusapho ikakhulu -kwakukho abasakwethu abane
arnalungu ecawe. Sasithandwa ngabantu ngenxa
yeengoma zethu ezimnandi ingakumbi ezazikwicwecwe lethu lokuqala elithi Thulang Limamele nelathengisa amacwecwe angama-50 000 elesiSuthu laza elisiZulu lathengisa amacwecwe angama-250 000. Emva koko sakhupha amacwecwe ayehlala kumanqwanqwa aphezulu emculweni - kwaye siyakholwa ukuba ngaba senza imati eninzi ngawo ukuba asizange siqhathwe yinkampani esasishicitela kuyo, utshilo edakumbile.
USeipati uthi nkqu naxa yaseyidumile iHoly Cross Choir yena akazange abe nekratshi kuba eyimvumi ehlabelelayo kuyo. Sasikholiwe yaye thina sasingafuni kufumana udumo, qha sasishumayeza abantu ngothando lukaThixo ngomculo wethu. Oko kwalisebenzela iqela lethu, phofu ke alizange lifumane mali. Kungoku nje ndizama ukuphanda ngeemali ezazifanele zifunyanwe liqela lethu yaye ndinethemba Iokuba ndiza
ezinye iinkcukch ngoseipti
umhlo wcikuzaiwo 8 Sepiemha indowo ozalelwe kuyo: ekroonsitid Freyisiatu inkwankwezi yakhe: Virgo - kodwu nndikholelwa kuyo kuba ayibhekiseli ngqo kum imoto: Nuyiphi na imolo ezn kundisa apho ndifuna ukuya khono
obantwano bokowabo: Ngnmaniombazunu umane nnmakhwekhwe amabini icawa: African Methodist Episcopal Church

izinto azithamlayo
ukutya: imifuno
isiselo: ngamanzi neziselo ezinganxilisiyo umculo: umculo opholileyo nowegopsile
iimvumi: Aretha Franklin, Luuryn HilI... phofu ka zininzi
inkqubo yeTV: Umculo
obadlali beefilim: Shuron Stone, uRowan Atkinson (uMr Bean noL)enzil Washington
ilfilim: lilonic .- nangona ethanda uMr Beon
iimpahla: nkaphambonangu yifashoni, unxibu foo nto inomdta nemfanelayo
imizekelo oyilondelayo: unina, uNelson Mandela noMother Theresa ongnsekhoyo
umnqweiio wakhe omkhulu: Ulonwubo ahlabaihini nukuye - Abantu abusonwabanga. Sisoloko siamelene neentlekela nolwaphulomthelh
Usine empvnielelweni USE1PA1
uyimvumi nomkrestu ozinikeleyo xa
Ndivuyile ukukubona - uSeipati udibana nenye imbalasane uGambit olihlengesi elineminyaka engama-27 eSeaworld eThekwini.
isuti ayinxibileyo ifumaneka kwaEUAOPA AAT BOUTIQUE
nabantakwethu ababini namanye ke
28 BONA XHOSA - Aprit 2000







